Konke malunga
Amandla obuchopho
Ubuchopho bakho bufana nenjini enamandla ekugcina ucinga,unemizwa kwaye usebenza.
Xa usebenza ixesha elide, ungatyi, okanye uqhuba rhoqo ngaphantsi koxinzelelo , lonto ubuchopho bakho abuyi qapheli nje, buyayiphenduia
Njengoko unokomelela amathambo akho ngokuzilolonga, unokwakha ubuchopho obunamandla, obulukhuni ngokuzikhethela ngemihla nemihla nangezenzo zakho