Archives: Tooltips

3 March 2025

Iinzalelwane

Amacandelo eDNA athwala ulwazi lwemvelaphi. Ezinye Iinzalelwane zinokwenza abantu babenobuthathaka ekuxhalabeni nakuxinzelelo….

Read More…

Ukuphendula Kokulwa Okanye

Ukubaleka Indlela umzimba ubhekana nengozi,ebangela ukwenyuka kokubetha kwentliziyo, ukuphefumlela phezulu, nokuhlala ulumkile. Xa uxinzelelo luhlala ixesha elide, eziziganeko zihleli zenzeka rhoqo….

Read More…

Umsebenzi Wokulawula

Amandla engqondo okucwangcisa, ukugxila, kunye nokulawula imisebenzi. Uxinzelelo oluqhubekayo lungenza lomsebenzi wengqondo ube buthathaka, lwenze kube nzima ukugxila nokuhlala ulungelwe….

Read More…

Ukudinwa ukwenza izigqibo

Ukudinwa kwengqondo okubangelwa kukwenza izigqibo ezinintsi, okukhokhelela ekubeni kube nzima ukucinga ngokucacileyo kunye nokukhetha….

Read More…

iCortisol

Ihomoni ekhutshwa ngenxa yoxinzelelo. Nangona ibalulekile kwiziganeko ezimfutshane, I-Cortisol eninzi ngohamba kwexesha ingonakalisa ukusebenza kwengqondo, inkumbulo, kunye neemvakalelo….

Read More…

Uxinzelelo olungapheliyo

Uxinzelelo oluqhubekayo olugcina umzimba ulumkile rhoqo, olubangela ukudinwa, Ukuxhalaba, kunye neengxaki zempilo….

Read More…

IiNeurotransmitters

Iikhemikhali ezingumthunywa kwingqondo, ezifana ne-serotonin kunye ne-dopamine, ezilawula imeko, amandla, kunye nokuphendula kuxinzelelo. Ukungalingani kungakhokelela kuguquko lwemvakalelo kunye nokuxinezeleka….

Read More…

Ukuxhalaba

Imeko eqhubekayo yokukhathazeka, uloyiko okanye ukungazoli okuphazamisayo ebomini bemihla ngemihla. Ukuxhalaba okuqhubekayo kunokuchaphazela ukusebenza kwengqondo kunye nempilo iyonke….

Read More…

iAmygdala

Ikqubo yobuchopho yokulumkisa eyenza Umsebenzi Wokulawula iimvakalelo ezifana noloyiko kunye nokuxhalaba. Xa ixakekile kakhulu, ingenza izinto ezincinci zivakale njengezoyikekayo kakhulu….

Read More…

iGlymphatic system

iGlymphatic system nguqhagamshelano lwezikhala ebuchosheni esusa inkunkuma kwaye incede ukulawula intshukumo yolwelo. Ifana nenkqubo ye-lymphatic kwezinye iindawo zomzimba….

Read More…